Inguqulelo ka -bonelela ingesiNgesi:

-bonelela

provide with

isenzi + isenzelela

  • 1

    provide with
    provide for
    Le ncwadi ibonelela ngemisebenzi elungele ukuba umfundi akwazi ukuyenza eyedwa This book provides the learner with good exercises that he can do on his own
    Ibonelela iintsapho ezihluphekileyo ngeepasile zokutya It provides food parcels for the poor families

Usetyenziso

This verb is followed by 'nga-'.