Inguqulelo ka -dada ingesiNgesi:

-dada

swim

isenzi

  • 1

    swim
    Ndiyathanda ukudada emlanjeni I like to swim in the river
    → Synonym of -qubha
  • 2

    float
    Ingaba ilitye liyakwazi ukudada phezu kwamanzi? Can a stone float on the water?