Inguqulelo ka -dlula ingesiNgesi:

-dlula

pass by

isenzi

  • 1

    pass by
    go past
    Ithe ititshala xa idlula eofisini yenqununu yabizwa ngumabhalana As the teacher passed by the principal's office, he was called by the secretary
    Kwadlula iiyure ezimbini phambi kokufika kwebhasi Two hours passed before the bus arrived
  • 2

    pass through
    Abanye babelele xa uloliwe edlula ePort Shepstone Some were sleeping when the train passed through Port Shepstone