Inguqulelo ka -dwelisa ingesiNgesi:

-dwelisa

list

isenzi

  • 1

    list
    Dwelisa amagama anokusetyenziswa ukuchaza imozulu List all the words that can be used to describe the weather
  • 2

    rank
    arrange
    order
    Dwelisa ezi zinto ukusuka kweyona imfutshane ukuya kweyona inde Arrange these items from the shortest to the longest