Inguqulelo ka -fika ingesiNgesi:

-fika

come

isenzi

  • 1

    come
    Uza kufika nini uSonamzi? When will Sonamzi come?
  • 2

    reach
    arrive
    Baza kufika ekhaya ezinzulwini zobusuku They will reach home at midnight