Inguqulelo ka -guqukela ingesiNgesi:

-guqukela

turn towards

isenzi + isenzela

  • 1

    turn towards
    Waguqukela kuOkonkwo wathi, "Siyakubulela." He turned towards Okonkwo and said, "We thank you."
  • 2

    turn against
    UYehova ke waguqukela ubukumkani bukaDavide So Jehovah turned against David's kingdom