Inguqulelo ka -kho ingesiNgesi:

-kho

be

(-khona)

isenzi

  • 1

    be
    Kukho ibhokisi enkulu phambi kweklasi There's a big box at the front of the classroom
    Kukho amahlosi apha eMzantsi Afrika There are leopards here in South Africa
  • 2

    be in
    be at
    Nceda undazise ukuba ukho emsebenzini Please call me and let me know if she's in at work
  • 3

    exist
    Sikholelwa ukuba uThixo ukho kumntu wonke ophilayo We believe that God exists in every living person
  • 4

    be present
    ULarry, ingaba ukho? Is Larry present?