Inguqulelo ka -khuphela ingesiNgesi:

-khuphela

copy

isenzi + isenzela

  • 1

    copy
    Umfundi ngamnye wakhuphela imibuzo ebisebhodini Each learner copied the questions that were on the board
  • 2

    remove
    take out
    Kuyimfuneko ukukhuphela amanzi amdaka esityeni It is necessary to remove the dirty water from the dish