Inguqulelo ka -lahlwa ingesiNgesi:

-lahlwa

be thrown

isenzi + isenziwa

  • 1

    be thrown
    be thrown away
    Amanzi amdaka ayalahlwa ngaphandle The dirty water is thrown away outside
  • 2

    be abandoned
    be left
    Walahlwa ngabazali bakhe She was abandoned by her parents