Inguqulelo ka -lungelelanisa ingesiNgesi:

-lungelelanisa

organise

isenzi + isenzelela + isenzana + isenzisa

  • 1

    organise
    arrange
    Ulungelelanisa kakuhle iingcinga zakhe She organises her thoughts well
  • 2

    arrange
    sort
    Ngoku, lungelelanisa la magama ngokulandelelana kwe-alfabhethi Now, sort these letters alphabetically