Inguqulelo ka -musa ingesiNgesi:

-musa

do not

intsiza-senzi

  • 1

    do not
    Musa ukuthandabuza Do not hesitate
    Musani ukudlala endleleni Do not play in the road
    Musa ukuvula umlomo xa uhlafuna ukutya Do not open your mouth while chewing food

Usetyenziso

'Musa' does not take a prefix.