Inguqulelo ka -ngenisa ingesiNgesi:

-ngenisa

submit

isenzi + isenzisa

  • 1

    submit
    hand in
    Ngenisa umsebenzi wakho kutitshala awuhlole Submit your work to the teacher to assess
  • 2

    bring in
    Ngenisa iimpahla; izulu liyezisa Bring in the clothes; it's going to rain