Inguqulelo ka -phanda ingesiNgesi:

-phanda

investigate

isenzi

  • 1

    investigate
    Okokoko waphanda ngeli tyala usoloko engahambi yedwa Ever since she started to investigate this case, she has never gone alone
  • 2

    research
    UPule waphanda ngesi sifo waza wafumanisa okokuba sihlasela amathumbu Pule researched this disease and found out that it attacks the intestines