Inguqulelo ka -qamba ingesiNgesi:

-qamba

compose

isenzi

  • 1

    compose
    Utitshala waqamba ingoma sayicula The teacher composed a song and we sang it
    Ndaqamba umbongo I composed a poem