Inguqulelo ka -qinisekisa ingesiNgesi:

-qinisekisa

ensure

isenzi + isenisisa + isenzisa

  • 1

    ensure
    make certain
    check
    Qinisekisa okokuba abafundi bayilandele na imigaqo Make sure that the learners follow the rules
  • 2

    confirm
    Qinisekisa impendulo yakho ngekhaltyhuleyitha Confirm your answer with a calculator
  • 3

    prove
    Ungaqinisekisa ukuba le yibhayisekile yakho? Can you prove that this is your bike?