Inguqulelo ka -rhola ingesiNgesi:

-rhola

take out

isenzi

  • 1

    take out
    uNodita warhola eyakhe incwadi wasebenza njengabanye Nodita took out her book and worked like others
  • 2

    pay
    Ndarhola ama-R200 ukukhwela iteksi yaseKapa I paid R200 for the Cape Town taxi