Inguqulelo ka -sa ingesiNgesi:

-sa

bring

isenzi

  • 1

    bring
    take
    Nceda, yisa lo mntwana phaya ehotele Please take this child to the hotel over there
  • 2

    izibalo
    round off
    Yisa inani ngalinye kwirandi ekufutshane Round off each number to the nearest rand
  • 3

    be dawn
    be day break
    Masihambe, kuyasa ngoku Let's go, it's dawn now
    Kuse bengekho ngale ntsasa, unyana nomolokazana The dawn came without them this morning, the son and daughter-in-law
  • 4

    become clear
    understand
    dawn on
    Ingathi kuyasa nje kula maxhego It seems as if the old men understand