Inguqulelo ka -shiya ingesiNgesi:

-shiya

leave

isenzi

  • 1

    leave
    cause to remain
    Bafika bashiya imoto esangweni They arrived and left their car at the entrance
    Shiya mgca ubhale idilesi yekliniki ngasekhohlo Leave a line, and then write the address of the clinic on the left
  • 2

    leave
    go away from
    Ngentsimbi yesibhozo ngokuhlwa balishiya iBhayi At eight o'clock at night they left Port Elizabeth
  • 3

    leave behind
    UMzwandile wasweleka, washiya oonyana ababini Mzwandile died and left behind two sons