Inguqulelo ka -sika ingesiNgesi:

-sika

cut

isenzi

  • 1

    cut
    ULindi wasika ilaphu Lindi cut the cloth
  • 2

    cut out
    Sika aba nobumba kwiimagazini ezindala uze ubancamathisele apha Cut out these letters from old magazines and paste them here