Inguqulelo ka -singa ingesiNgesi:

-singa

go towards

isenzi

  • 1

    go towards
    go to
    UNosipho wasinga kwaninakhulu ethe chu Nosipho slowly went towards her grandmother's place
    Inkosi indulukile ukusinga endlwini The chief left to go to the house
  • 2

    look intently
    UZongezile ngoku, wasinga umzuzu omde ejonge le ntombi Now Zongezile looked intently, for a long moment, at the girl