Inguqulelo ka -sula ingesiNgesi:

-sula

wipe

isenzi

  • 1

    wipe
    Usula umlomo xa egqiba ukutya She wipes her mouth when she's finished eating
    Sula itafile Wipe the table