Inguqulelo ka -thelekisa ingesiNgesi:

-thelekisa

compare

isenzi + isenzisa

  • 1

    compare
    contrast
    Thelekisa amagama akho nawakhe uze ubhale isivakalisi esifutshane Compare your words with hers, then write a short a sentence
  • 2

    match
    Thelekisa igama lomfazi ngamnye noko kuyinyaniso ngaye Match each woman's name to what is the truth about her