Inguqulelo ka bodwa ingesiNgesi:

bodwa

alone

isimelabizo soquko

  • 1

    alone
    on their own
    only
    Ingaba abafundi banakho ukuzifundela bodwa? Are the learners able to learn alone?
    Asingabo bodwa abafundi abanengxaki ngesiqwengana somsebenzi It is not only the learners who have a problem with the piece of work
  • 2

    alone
    only
    on its own
    Yayibubuxoki bodwa obuphazamisana ngenyaniso It was the lies alone that interfered with the truth