Inguqulelo ka camagu ingesiNgesi:

camagu

greetings

isikhuzo

  • 1

    (used to greet respectfully)
    greetings
    Camagu, Mhlekazi omhle Greetings, good Sir
  • 2

    (used to agree respectfully)
    indeed
    yes
    Camagu, gqirha, ndisoloko ndiphupha Indeed, sangoma, I always dream