Inguqulelo ka ebhetele ingesiNgesi:

ebhetele

better

isibaluli

  • 1

    better
    Abantu abafumana imivuzo ebhetele baseGauteng People who get better salaries are in Gauteng
    Yintoni ebhetele phakathi kukho ukusika ngemela nokusika ngebhleyidi? What is better, to cut with a knife or to cut with a blade?
  • 2

    best
    Into ebhetele kukumbalekisela esibhedlele The best thing is to rush her to hospital