Inguqulelo ka elibi ingesiNgesi:

elibi

bad

isiphawuli

  • 1

    bad
    Ibe libali elibi It was a bad story
  • 2

    bad
    unpleasant
    Ndandilikhumbula ivumba elibi laloo nkwenkwe I was remembering the unpleasant smell of that boy
  • 3

    terrible
    horrible
    Ngowe-1960 kwabakho idabi elibi eSharpeville In 1960 there was a terrible battle at Sharpeville
  • 4

    ugly
    Ngumfanekiso wexhegwazana elibi It is a picture of an ugly old woman