Inguqulelo ka entla ingesiNgesi:

entla

isalathandawo

  • 1

    on the other side of the hut
    Ubeke isitya entla, wathabatha i-emele waya emthonjeni She put the dish on the other side of the hut, and she took the bucket and went to the well
  • 2

    beyond
    opposite
    in the upper part
    Naso isihlalo entla kwakho bawo There is a chair opposite you, father