Inguqulelo ka ezimnandi ingesiNgesi:

ezimnandi

nice

isibaluli

  • 1

    nice
    pleasant
    enjoyable
    Bathetha izinto ezimnandi ngani They say nice things about you
    Nazi ke iindaba ezimnandi, eziya kuba luvuyo kuwe Here is the pleasant news that will bring you joy
  • 2

    delicious
    tasting good
    Umama uye kukufunela iziqhamo ezimnandi Mom went to find some delicious fruit