Inguqulelo ka ezishushu ingesiNgesi:

ezishushu

hot

isibaluli

  • 1

    hot
    warm
    Ucele ukuba abantu bazise izonka ezishushu She requested that people bring hot bread
    Xa kubanda abantu bafuna iingubo ezishushu When it is cold people want warm blankets
  • 2

    hot
    passionate
    Zehla iinyembezi ezishushu esidleleni sakhe, akugqiba ukuthetha Hot tears rolled down his cheeks after he spoke