Inguqulelo ka gabalala ingesiNgesi:

gabalala

of being frank

isifanekisozwi

  • 1

    of being frank
    of being clear
    Iphepha lesiqulatho linika inkcazelo gabalala The contents page gives a clear explanation
  • 2

    of being general
    Emva kwengxoxo gabalala, bamkile After a general discussion, they left