Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ibala in isiXhosa

: ibala1ibala2

ibala1

colour

isibizo (class 5, isininzi amabala)

  • 1

    colour
    Ibala lale lokhwe limhlophe The colour of this dress is white

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ibala in isiXhosa

: ibala1ibala2

ibala2

isibizo (class 5, isininzi amabala)

  • 1

    area for an activity, e.g. playground or sportsfield
    Abadlali bathanda ibala lemidlalo elinengca eluhlaza The players like the sportsfield that has green grass