Inguqulelo ka ifoto ingesiNgesi:

ifoto

photo

isibizo (class 9, isininzi iifoto)

  • 1

    photo
    photograph
    Simeli, uyafuna ndikubonise ifoto yomntwana wam? Simeli, do you want me to show you the photograph of my child?