Inguqulelo ka igaraji ingesiNgesi:

igaraji

garage

isibizo (class 9, isininzi iigaraji)

  • 1

    garage
    Ngaba indlu yakho inayo igaraji? Does your house have a garage?
  • 2

    petrol station
    Iigaraji ezininzi ziyayithengisa ipetroli eluhlaza There are many petrol stations that sell unleaded petrol