Inguqulelo ka igrafu ingesiNgesi:

igrafu

graph

isibizo (class 9, isininzi iigrafu)

  • 1

    graph
    Igrafu singayisebenzisa ukubonisa ulwazi olwahlukileyo We can use a graph to show different information