Inguqulelo ka imoto ingesiNgesi:

imoto

car

isibizo (class 9, isininzi iimoto)

  • 1

    car
    Sasikhwele imoto yethu entsha We were travelling in our new car