Inguqulelo ka impahla ingesiNgesi:

impahla

clothing

isibizo (class 9, isininzi iimpahla)

  • 1

    clothing
    clothes
    Impahla emnyama fudula ingafane inxitywe nje kungekho sizathu Black clothing was traditionally not worn without a reason
    Iimpahla zalo mntwana zibomvu This child's clothes are red
  • 2

    goods
    property
    Impahla kagosa yabekwa evestri The goods of the church steward were placed in the vestry
  • 3

    livestock
    farm animals
    Impahla isegazini kuba ingca inde ngokwaneleyo The livestock is in good condition because the grass is long enough