Inguqulelo ka imvelaphi ingesiNgesi:

imvelaphi

origin

isibizo (class 9)

  • 1

    origin
    Uyayazi imvelaphi yabantu abangamaXhosa? Do you know the origin of the Xhosa people?
  • 2

    source
    origin
    Yintoni imvelaphi yezi nkcukacha? What is the source of the information?