Inguqulelo ka indlwana ingesiNgesi:

indlwana

small house

isibizo (class 9, isininzi izindlwana)

  • 1

    small house
    Umakhulu uyayilungisa indlwana yakhe My grandmother is repairing her small house
  • 2

    nest
    Umfazi ngamnye wazakhela indlwana yeenkuku Each woman built a nest for hens