Inguqulelo ka inguqu ingesiNgesi:

inguqu

change

isibizo (class 9, isininzi iinguqu)

  • 1

    change
    transformation
    Inguqu kwiSebe lemiSebenzi kaRhulumente iyimpumelelo The change in the Department of Public Works is a success