Inguqulelo ka inkaba ingesiNgesi:

inkaba

navel

isibizo (class 9, isininzi iinkaba)

  • 1

    navel
    Inkaba yosana yasikwa ngento ebukhali The baby's navel was cut with a sharp object
  • 2

    place of birth
    Inkaba kamama wam iseDikeni My mother's place of birth is in Alice