Inguqulelo ka inkcazelo ingesiNgesi:

inkcazelo

information

isibizo (class 9, isininzi iinkcazelo)

  • 1

    information
    Inkcazelo kulo mba iyafumaneka Information on this issue is available
  • 2

    definition
    explanation
    description
    Inkcazelo yombongo iya kwenziwa iqondakale lula The definition of poetry will be made easy to understand