Inguqulelo ka intonga ingesiNgesi:

intonga

stick

isibizo (class 9, isininzi iintonga)

  • 1

    stick
    Intonga ilincedisa ixhego xa luhamba The stick helps the old man to walk
  • 2

    club
    heavy stick
    Unogada ubethe umqhekezi ngentonga The guard hit the intruder with a club