Inguqulelo ka intsini ingesiNgesi:

intsini

laughter

isibizo (class 9, isininzi iintsini)

  • 1

    laughter
    Laa ntsini yaba bafazi ibithetha ntoni? What did that laughter of these women mean?
  • 2

    gum
    Ngaba amazinyo neentsini zakho ziphilile? Are your teeth and gums healthy?