Inguqulelo ka iplastiki ingesiNgesi:

iplastiki

plastic

(iplastikhi)

isibizo (class 9, isininzi iiplastiki)

  • 1

    plastic
    Sebenzisa imagi eyenziwe ngeplastiki Use a mug made of plastic
  • 2

    plastic bag
    sheet of plastic
    Yondlala phantsi iplastiki emnyama Put a black plastic bag on the floor