Inguqulelo ka iposi ingesiNgesi:

iposi

post office

isibizo (class 9, isininzi iiposi)

  • 1

    post office
    Iposi ihlawulisa imali ukuze ihambise ipasela The post office charges a fee to send a parcel
  • 2

    mail
    post
    Ndilindele iposi evela eSulenkama I am expecting mail from Sulenkama