Inguqulelo ka iqabane ingesiNgesi:

iqabane

friend

isibizo (class 5, isininzi amaqabane)

  • 1

    friend
    companion
    comrade
    Iqabane lakhe, uNgalo, laliza kufika ngosuku olulandelayo His friend, Ngalo, was going to arrive on the following day
  • 2

    partner
    Akucingi ukuba noko uyalidinga iqabane? Don't you think you need a partner?
  • 3

    (especially in socialist or communist politics)
    comrade
    a member of the same political group
    Ngeminyaka yocalucalulo iqabane lam lalinguThabiso During apartheid my comrade was Thabiso
  • 4

    inzululwazi geelwimi
    consonant
    Bhala amagama ebhodini uze ucime iqabane okanye isikhamiso Write words on the board and rub off a consonant
    → See isikhamiso