Inguqulelo ka iqhinga ingesiNgesi:

iqhinga

plan

isibizo (class 5, isininzi amaqhinga)

  • 1

    plan
    Asinalo elinye iqhinga lokusombulula le ngxaki We have no other plan to solve this problem
  • 2

    trick
    Amaqhinga la wawuwafundiswa ngubani mntwan' am? Who taught you these tricks, my child?