Inguqulelo ka isandla ingesiNgesi:

isandla

hand

isibizo (class 7, isininzi izandla)

  • 1

    hand
    Isandla sakhe sokunene sineoli His right hand is oily
    Ndiza kuphakamisa isandla xa ndimbulisa I will raise my hand when I greet him
    Hlamba izandla zakho Wash your hands
  • 2

    handwriting
    Isandla sakho sihle? Is your handwriting neat?