Inguqulelo ka isikhululo ingesiNgesi:

isikhululo

station

isibizo (class 7, isininzi izikhululo)

  • 1

    station
    Akufika uloliwe kwisikhululo kwakhwela abantu abaninzi When the train arrived at the station, many people went on board
    → See isitishi