Inguqulelo ka isiphumlisi ingesiNgesi:

isiphumlisi

punctuation (mark)

isibizo (class 7, isininzi iziphumlisi)

inzululwazi geelwimi

  • 1

    punctuation (mark)
    Kunzima ukulandela isicatshulwa ukuba asinazo iziphumlisi It is difficult to understand an extract if it does not have punctuation marks